Inguqulelo ka enterprise in isiXhosa

enterprise

umzamo

Ubizo-magama /en-tuh-prize/

isibizoPlural enterprises

  • 1

    umzamo
    ishishini
    umgudu
    His business enterprise is making profits Umzamo weshishini lakhe umenzela ingeniso