Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika equal in isiXhosa

: equal1equal2

equal1

-lingana(yo)

Ubizo-magama /ee-kwuhl/

isiphawuli

  • 1

    -lingana(yo)
    The four girls had an equal share of the money Amantombazana amane aba nesabelo esilinganayo semali

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika equal in isiXhosa

: equal1equal2

equal2

-lingana

Ubizo-magama /ee-kwuhl/

isenziequalled, equalling

  • 1

    -lingana
    -enza
    Three plus three equals six Isithathu nesithathu zenza isithandathu

Usetyenziso

In isiXhosa it is more usual to use the verb '-enza' in sentences like the one above