Inguqulelo ka equivalent in isiXhosa

equivalent

-lingana(yo)

Ubizo-magama /i-kwiv-uh-luhnt/

isiphawuli

  • 1

    -lingana(yo)
    She says that R500 and $72.36 are equivalent amounts of money Uthi ama-R500 nama-$72.36 zizixa-mali ezilinganayo

isibizo

  • 1

    into elingana nenye