Inguqulelo ka ever since in isiXhosa

ever since

oko

  • 1

    oko
    ukususela ngoko
    okoko
    He has worked ever since he left school Uyasebenza oko washiya isikolo

Inguqulelo ka ever since in isiXhosa

ever since

okokoko

  • 1

    okokoko
    I arrived in June and have been here ever since Ndafika ngoJuni, yaye ndiselapha okokoko