Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika exercise in isiXhosa

: exercise1exercise2

exercise1

umthambo

Ubizo-magama /ekss-uh-size/

isibizoPlural exercises

  • 1

    umthambo
    Jordan gets exercise by playing football UJordan ufumana umthambo ngokudlala ibhola ekhatywayo
  • 2

    umsebenzi
    The maths book includes exercises Incwadi yemathematika iquka imisebenzi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika exercise in isiXhosa

: exercise1exercise2

exercise2

-thamba

Ubizo-magama /ekss-uh-size/

isenziexercised, exercising

  • 1

    -thamba
    -zilolonga
    We exercise in the park every day Sizilolonga epakini yonke imihla