Inguqulelo ka expel in isiXhosa

expel

-khupha

Ubizo-magama /ek-spel/

isenziexpelled, expelling

  • 1

    -khupha
    When you breathe out you expel air Xa uphefumlela ngaphandle, ukhupha umoya
  • 2

    -gxotha
    -bhebhetha
    Troublesome boys were expelled from the school Amakhwenkwe akhathazayo agxothwa esikolweni