Inguqulelo ka extension in isiXhosa

extension

isandiso

Ubizo-magama /ek-sten-shuhn/

isibizoPlural extensions

  • 1

    isandiso
    isihlomelo
    isongezelelo
    This road is an extension of Bhunga Street Le ndlela isisihlomelo sesitalato iBhunga
  • 2

    (of time)
    ukwandisela ixesha
    isandiselo
    We can't finish the job today; please give us an extension to Thursday Asinakuwugqiba lo msebenzi namhlanje; nceda usinike isandiselo kude kube ngoLwesine