Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika face in isiXhosa

: face1face2

face1

ubuso

Ubizo-magama /fayss/

isibizoPlural faces

  • 1

    ubuso
    Did you wash your face? Ubuhlambile ubuso?
  • 2

    icala
    A cube has six faces Ityhubhu inamacala amathandathu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika face in isiXhosa

: face1face2

face2

-jonga

Ubizo-magama /fayss/

isenzifaced, facing

  • 1

    -jonga
    -jongisa ngokungekho sikweni
    Please all face the blackboard Khanijonge ebhodini nonke
    The house faces the park Indlu ijonge epakini
  • 2

    -melana
    You have to face the principal Kufuneka umelane nenqununu