Inguqulelo ka factor in isiXhosa

factor

ifuthe

Ubizo-magama /fak-tuh/

isibizoPlural factors

  • 1

    ifuthe
    impembelelo
    imbangi
    isizathu
    The low salary was a factor in my decision to leave the job Umvuzo ophantsi waba nefuthe kwisigqibo sokushiya kwam umsebenzi
  • 2

    izibalo
    inani elingena kwelinye
    Do you know that the number 10 has four factors? They are 1, 2, 5, 10 Uyayazi ukuba i-10 linamanani amane angena kulo? Ngala 1, 2, 5, 10
    • a number that can divide into another number without leaving a remainder
    • inani elinokwahlula elinye inani kungabikho ntsalela