Inguqulelo ka fail in isiXhosa

fail

[NEG+]-ba nakho

Ubizo-magama /fayl/

isenzifailed, failing

  • 1

    [NEG+]-ba nakho
    [NEG+]-phumelela
    -silela
    Our team failed to reach the final Iqela lethu alizange libe nakho ukufikelela kumagqibela kankqoyi
    → Antonym of succeed
  • 2

    [NEG+]-phumelela
    -felisha ngokungekho sikweni
    -tshona ngokungekho sikweni
    He failed his driving test Akaphumelelanga kuvavanyo lwakhe lokuqhuba
    → Antonym of pass