Inguqulelo ka fair in isiXhosa

fair

-nobulungisa

Ubizo-magama /fair/

isiphawulifairer, fairest

  • 1

    -nobulungisa
    -fanelekile(yo)
    -lungile(yo)
    -nobulali
    Be fair: pay women the same as you pay men for this job Yenza ngokobulungisa: hlawula abafazi ngokufanayo namadoda ngalo msebenzi
  • 2

    -lungile(yo)
    -thanga ncam
    Your essay is fair, but you can do better Isincoko sakho silungile kodwa ungenza nangaphezulu
  • 3

    -mhlophe
    -khanya
    Kath has fair skin UKathy unebala elimhlophe