Inguqulelo ka fairly in isiXhosa

fairly

noko

Ubizo-magama /fair-lee/

isihlomelo

  • 1

    noko
    It's fairly warm today Kushushu noko namhlanje
  • 2

    -linganayo
    -fanayo
    ngobulali
    The teacher treats every child fairly Utitshala uphatha umntwana ngamnye ngokufanayo