Inguqulelo ka fan in isiXhosa

fan

iphiko lokuphozisa

Ubizo-magama /fan/

isibizoPlural fans

  • 1

    iphiko lokuphozisa
    ifeni ngokungekho sikweni
    When it's hot I switch a fan on Xa kushushu ndilayita iphiko lokuphozisa
  • 2

    umxhasi
    umlandeli
    The Bafana fans arrived to support the team Abaxhasi beBafana bafika beze kuxhasa iqela labo