Inguqulelo ka father in isiXhosa

father

utata

Ubizo-magama /faa-thuh/

isibizoPlural fathers

  • 1

    utata
    Who is the father of these children? Ngubani utata waba bantwana?
    Where is my father? Uphi utata?
    Boys, I have spoken to your fathers Makwedini, ndithethile nootata benu