Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika feature in isiXhosa

: feature1feature2

feature1

ilungu lobuso

Ubizo-magama /fee-tshuh/

isibizoPlural features

  • 1

    ilungu lobuso
    Her eyes and her nose are her best features Amehlo akhe nempumlo yakhe ngamalungu obuso bakhe aqaqambileyo
  • 2

    uphawu (plural iimpawu)
    This house has several good features Le ndlu ineempawu ezininzi ezibanga umdla
  • 3

    inqaku
    Read the feature on education Funda inqaku elingemfundo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika feature in isiXhosa

: feature1feature2

feature2

-bandakanya

Ubizo-magama /fee-tshuh/

isenzifeatured, featuring

  • 1

    -bandakanya
    This film features Mariah Carey Le filim ibandakanya uMariah Carey