Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika female in isiXhosa

: female1female2

female1

-bhinqileyo

Ubizo-magama /fee-mayl/

isiphawuli

  • 1

    -bhinqileyo
    Female students live here Abafundi ababhinqileyo bahlala apha
    • connected with the sex that can become a mother, i.e. girls and women
    • idityaniswa nesini esinokuba ngumama, oko kutsho, amantombazana namabhinqa
  • 2

    -yimazi
    a female cat ikati eyimazi
    • connected with an animal of the sex that can become a mother
    • idityaniswa nesilwanyana sesini esinokuba ngumama

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika female in isiXhosa

: female1female2

female2

umntu obhinqileyo

Ubizo-magama /fee-mayl/

isibizoPlural females

  • 1

    umntu obhinqileyo
    umntu wasetyhini
    ibhinqa
    Women and girls are females Abafazi namantombazana ngabantu ababhinqileyo
  • 2

    (an animal)
    imazi
    ithokazi
    Is your cat a female or a male? Ngaba ikati yakho yimazi okanye yinkunzi?