Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fight in isiXhosa

: fight1fight2

fight1

-lwa

Ubizo-magama /fite/

isenzifought, fighting

  • 1

    -lwa
    James and Tom fought at school UJames noTom balwa esikolweni
  • 2

    -lwa
    We will fight poverty Siza kulwa intlupheko

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fight in isiXhosa

: fight1fight2

fight2

umlo

Ubizo-magama /fite/

isibizoPlural fights

  • 1

    umlo
    idabi
    The girls had a fight Amantombazana aba nomlo
  • 2

    idabi
    This is a fight for justice Lidabi elilwela ubulungisa eli