Inguqulelo ka figurative in isiXhosa

figurative

-sisafobe

Ubizo-magama /fig-uh-ruh-tiv/

isiphawuli

  • 1

    -sisafobe
    -zekelisa(yo)
    -sisangotshe
    In the sentence "That man is a pig", the word "pig" is figurative Kwisivakalisi esithi "Laa ndoda yihagu", igama elithi "yihagu" ligama elisisafobe
    → Compare literal