Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika file in isiXhosa

: file1file2

file1

umkrozo

Ubizo-magama /file/

isibizoPlural files

  • 1

    umkrozo
    uludwe
    umgca
    Line up in single file Yimani ngomkrozo
  • 2

    ifili
    She uses a file to make her nails smooth Usebenzise ifili ukugudisa iinzipho zakhe
  • 3

    ifayile
    ifayili
    Keep your schoolwork in a file Wugcine kwifayili umsebenzi wakho wesikolo
  • 4

    ikhompyutha
    ifayile
    ifayili
    Save your files on the computer Gcina iifayili zakho kwikhompyutha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika file in isiXhosa

: file1file2

file2

-gudisa

Ubizo-magama /file/

isenzifiled, filing

  • 1

    -gudisa
    -fila ngokungekho sikweni
    She files her nails Ugudisa iinzipho zakhe
  • 2

    -fayilisha
    I filed my documents safely Ndawafayilisha ngokukhuselekileyo amaxwebhu am