Inguqulelo ka filter in isiXhosa

filter

intluzo

Ubizo-magama /fil-tuh/

isibizoPlural filters

  • 1

    intluzo
    isihluzi
    ifiltha
    We use a filter to make water clean Sisebenzisa isihluzi ekucoceni amanzi

isenzi

  • 1

    -hluza
    How do you filter traditional beer? Ubuhluza njani utywala besiNtu?