Inguqulelo ka firm in isiXhosa

firm

-omelele(yo)

Ubizo-magama /furm/

isiphawulifirmer, firmest

  • 1

    -omelele(yo)
    -zinzile(yo)
    -qinile(yo)
    I like a firm mattress, not a soft one Ndithanda umatrasi oqinileyo, hayi othambileyo
  • 2

    -qinile(yo)
    -mile(yo)
    -zinzile(yo)
    Her answer was firm Impendulo yakhe yayimile