Inguqulelo ka flood in isiXhosa

flood

isikhukula

Ubizo-magama /flud/

isibizoPlural floods

  • 1

    isikhukula
    iimpuphuma
    The heavy rain caused floods Imvulakazi yabangela izikhukula

isenzi

  • 1

    -phuphuma
    -phuphumela
    The river flooded over the fields Umlambo waphuphumela emasimini