Inguqulelo ka fluid in isiXhosa

fluid

ulwelo

Ubizo-magama /floo-id/

isibizoPlural fluids

  • 1

    ulwelo
    into engamanzi
    Water and oil are fluids Amanzi neoyile lulwelo
    → Synonym of liquid

isiphawuli

  • 1

    -lulwelo
    Make a fluid mixture of flour, eggs and milk Yenza umxube olulwelo ngomgubo, amaqanda nobisi