Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fly in isiXhosa

: fly1fly2

fly1

-bhabha

isenziflew, flying, flown

  • 1

    -bhabha
    Birds fly in the sky Iintaka zibhabha esibhakabhakeni
  • 2

    (go by plane)
    -hamba ngenqwelomoya
    Thuli flew to East London UThuli wahamba ngenqwelomoya ukuya eMonti

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fly in isiXhosa

: fly1fly2

fly2

impukane

Ubizo-magama /fly/

isibizoPlural flies

  • 1

    impukane
    Don't let flies sit on the food Musa ukuyeka iimpukane zihlale ekutyeni