Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fool in isiXhosa

: fool1fool2

fool1

isidenge

Ubizo-magama /fool/

isibizoPlural fools

  • 1

    isidenge
    isiyatha
    isihiba
    isibhanxa
    Only fools believe that story Zizidenge kuphela ezilikholelwayo elo bali

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fool in isiXhosa

: fool1fool2

fool2

-bhanxa

Ubizo-magama /fool/

isenzifooled, fooling

  • 1

    -bhanxa
    -lahlekisa
    -hekeza
    -hibaza
    -qhatha
    You fooled us all! We believed you! Wasibhanxa sonke! Sakukholelwa