Inguqulelo ka for in isiXhosa

for

verb+-el-

Ubizo-magama /faw/

preposition

  • 1

    verb+-el-
    I bought socks for him Ndamthengela iikawusi
    I'll wait for you Ndiza kukulindela
  • 2

    (on behalf of someone)
    verb+-el-
    I am speaking for all the members Ndithethela onke amalungu
  • 3

    Here is food for the horse Naku ukutya kwehashe
  • 4

    kuna-
    He is tall for his age Mde kuneminyaka yakhe
  • 5

    (after adjectives)
    ku-
    It is easy for him to run home Kulula kuye ukubalekela kowabo
    It is difficult for Bob Kunzima kuBob
  • 6

    (an amount paid)
    nga-
    I bought a hat for R40 Ndithenge umnqwazi ngama-R40
  • 7

    (time, distance or reason)
    She cried for the whole night Walila ubusuku bonke
    He went to prison for theft Wayela ubusela entolongweni

Usetyenziso

'For' is often expressed in isiXhosa by the applicative verbal extension '-el-'.