Inguqulelo ka foul in isiXhosa

foul

-bi

isiphawulifouler, foulest

  • 1

    -bi
    - ngokungekho sikweni
    a foul smell ivumba elibi
    foul weather imozulu embi
  • 2

    imidlalo
    -bi
    He was disqualified for foul play Wakhutshwa ngokudlala kakubi