Inguqulelo ka fraction in isiXhosa

fraction

iqhezu

Ubizo-magama /frak-shuhn/

isibizoPlural fractions

izibalo

  • 1

    iqhezu
    ifrekhshini ngokungekho sikweni
    One-third, one-half and three-quarters are all fractions. You can also write these fractions as 1/3, 1/2, 3/4 Isahlulo sesithathu, isiqingatha nezahlulo zesine ezithathu, zonke ngamaqhezu. La maqhezu ungawabhala nangolu hlobo: 1/3,1/2, 3/4
    • a part of a number
    • inxalenye yenani