Inguqulelo ka frequency in isiXhosa

frequency

ukuxhaphaka

Ubizo-magama /free-kwuhn-see/

isibizoPlural frequencies

  • 1

    ukuxhaphaka
    ukuphindaphinda
    There has been an increase in the frequency of car accidents here Ukuxhaphaka kweengozi zemoto kunyukile
  • 2

    ifiziksi
    isantya
    ifrikhwensi ngokungekho sikweni
    a high-frequency sound isantya esiphakamileyo sesandi
    • the rate at which a sound wave or radio wave moves up or down
    • isantya sokuhla nokunyuka kwamaza esandi okanye eradiyo