Inguqulelo ka from in isiXhosa

from

ku-

Ubizo-magama /from/

preposition

  • 1

    (from a person)
    ku-
    This letter comes from Linda Le leta ivela kuLinda
    The message comes from the mothers Umyalezo usuka koomama
  • 2

    (from a place)
    He came from the river Wayevela emlanjeni
    This farm is 20 km from Caledon Le fama ingama-20 eekhilomitha ukusuka eCaledon
  • 3

    (from a certain time)
    ku-
    The holiday is from 1 June to 1 July Iholide isukela kumhla woku-1 kuJuni ukuya kumhla woku-1 kuJulayi
  • 4

    (showing difference)
    ku-
    My book is different from yours Incwadi yam yahlukile kweyakho
  • 5

    (by means of)
    nga-
    Bread is made from flour Isonka senziwa ngomgubo wengqolowa
  • 6

    kwa-
    We allow children to start from the age of six Sivumela abantwana ukuqala kwiminyaka emithandathu