Inguqulelo ka front in isiXhosa

front

umphambili

Ubizo-magama /frunt/

isibizoPlural fronts

  • 1

    umphambili
    Look at the front of the house Jonga umphambili wendlu
    → Antonym of back

isiphawuli

  • 1

    -ngaphambili
    the front door ucango olungaphambili