Inguqulelo ka gas in isiXhosa

gas

igesi

Ubizo-magama /gass/

isibizoPlural gases

  • 1

    ikhemistri
    igesi
    umoya
    Air is a mixture of gases Umoya ngumxube weegesi
    • a substance that is not a liquid nor a solid, for example, oxygen
    • into engelolwelo (amanzi) okanye isiqini, umzekelo, ioksijini
  • 2

    igesi
    irhasi ngokungekho sikweni
    • a special type of gas that is used for cooking, lighting, and heating
    • uhlobo oluthile lwegesi olusetyenziselwa ukupheka, ukulayita, nokwenza shushu