Inguqulelo ka gender equity in isiXhosa

gender equity

ulingano ngokwesini

Ubizo-magama /jen-duh ek-wit-ee/

isibizo

ufundo ngezoqoqosho Inzululwazi ngoluntu

  • 1

    ulingano ngokwesini
    If men earn more than women for doing the same job, there is no gender equity in a company Ukuba amadoda amkela ngaphezu kwabafazi besenza umsebenzi ofanayo, akukho kulingana ngokwesini kuloo nkampani
    • when men and women are treated equally
    • xa amadoda nabafazi (amabhinqa) ephethwe ngokulinganayo