Inguqulelo ka gentle in isiXhosa

gentle

-zolile

Ubizo-magama /jent-l/

isiphawuligentler, gentlest

  • 1

    -zolile
    -nobubele
    -nobunono
    The nurse is gentle but strong Umongikazi unobubele, kodwa womelele