Inguqulelo ka get in isiXhosa

get

-fumana

Ubizo-magama /get/

isenzigot, getting

  • 1

    -fumana
    I got your letter Ndiyifumene ileta yakho
  • 2

    -thabatha
    Please get the milk from the fridge Nceda thabatha ubisi efrijini
  • 3

    -ba
    -qalisa
    I get angry Ndiba nomsindo
    It's getting cold Kuyaqalisa ukubanda