Inguqulelo ka get up in isiXhosa

get up

-phakama

  • 1

    -phakama
    -ma ngeenyawo
    -sukuma
    He got up and walked away Waphakama wemka
  • 2

    -vuka
    Every morning I get up and have a shower Qho kusasa ndivuka ndihlambe
    → Synonym of wake

Inguqulelo ka get up in isiXhosa

get up

-phakama

  • 1

    -phakama
    He got up from the bed Waphakama ebhedini