Inguqulelo ka glasses in isiXhosa

glasses

izipekisi

Ubizo-magama /glaass-uhz/

isibizo esikwisininzi

  • 1

    izipekisi
    iindondo
    iiglasi zamehlo
    I can see better with my glasses Ndibona bhetele ngezipekisi zam
    → Synonym of spectacles
    Do you wear glasses? Unxiba izipekisi?

Usetyenziso

We talk about 'one pair of glasses' and 'two pairs of glasses'. This word is treated as a plural. Say 'Your glasses are here' and NOT 'Your glasses is here'.