Inguqulelo ka go back in isiXhosa

go back

-buya

(come back)

  • 1

    -buya
    buyela
    Come back tomorrow Buya ngomso
    → Synonym of return
    I will go back to the shop Ndiza kubuyela evenkileni

  • 1

    -buyela
    -phindela
    He went back to Qunu Wabuyela eQunu