Inguqulelo ka goal in isiXhosa

goal

izinti

isibizoPlural goals

  • 1

    izinti
    igowuli ngokungekho sikweni
    Kick the ball into the goal! Khabela ibhola ezigowulini!
  • 2

    inqaku
    igowuli ngokungekho sikweni
    We scored four goals Safaka amanqaku amane
  • 3

    injongo
    iphupha
    umnqweno
    Her goal is to go to university Injongo yakhe kukuya eyunivesithi