Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika good in isiXhosa

: good1good2

good1

-melele(yo)

Ubizo-magama /guud/

isiphawulibetter, best

  • 1

    -melele(yo)
    -semgangathweni
    Good shoes will last longer Izihlangu ezomeleleyo ziya kuhlala ixesha elide
  • 2

    -enene
    -nyanisekile(yo)
    -lungile(yo)
    Joe is a good friend UJoe ngumhlobo wenene
  • 3

    -mnandi
    We had a good holiday Sibe neholide emnandi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika good in isiXhosa

: good1good2

good2

uncedo

Ubizo-magama /guud/

isibizo

  • 1

    uncedo
    She does a lot of good in her community Wenza uncedo olukhulu kwindawo ahlala kuyo