Inguqulelo ka grab in isiXhosa

grab

-thi hlasi

Ubizo-magama /grab/

isenzigrabbed, grabbing

  • 1

    -thi hlasi
    -xhwila
    -xhwiphula
    We grabbed our tickets and ran to the train Sathi hlasi amatikiti ethu, saleqa uloliwe