Inguqulelo ka grace in isiXhosa

grace

ukundileka

Ubizo-magama /grayss/

isibizo

  • 1

    ukundileka
    isidima
    ubunono
    Bongiwe walks with grace UBongiwe uhamba ngokundileka
  • 2

    umthandazo omfutshane
    ufefe
    My father says grace before dinner Utata wenza umthandazo omfutshane phambi kwesidlo sasebusuku