Inguqulelo ka gravity in isiXhosa

gravity

umbizane

Ubizo-magama /grav-i-tee/

isibizo

ifiziksi

  • 1

    umbizane
    igravithi
    The Earth's gravity makes an apple fall from a tree to the ground Umbizane womhlaba uwisa iapile emthini
    • the force that attracts objects in space towards each other, and that pulls everything on the Earth to its centre
    • ifosi okanye amandla atsala izinto zisondelelane, natsalela embindini yonke into esemhlabeni