Inguqulelo ka greenhouse in isiXhosa

greenhouse

Ubizo-magama /green-howss/

isibizoPlural greenhouses

I-ikholoji

  • 1

    indlu egcina ubushushu obusuka elangeni
    igreenhouse
    • A greenhouse is a glass building that traps warmth from the sun. Greenhouses are used for growing plants
    • Igreenhouse sisakhiwo seglasi etsala ubushushu obusuka elangeni. IiGreenhouse zisetyenziselwa ukukhulisa izityalo