Inguqulelo ka greenhouse effect in isiXhosa

greenhouse effect

Ubizo-magama /green-howss i-fekt/

isibizo

I-ikholoji

  • 1

    ubushushu bomhlaba obubangwa bubushushu kumoya ojikeleze umhlaba
    • the heating up of the Earth caused by heat which is trapped inside the atmosphere, mainly because of pollution by gases
    • ukufudumala komhlaba bubushushu obusuka kumoya ojikeleze umhlaba, ngenxa yongcoliseko ziigesi