Inguqulelo ka guide in isiXhosa

guide

umkhokeli

Ubizo-magama /gide/

isibizoPlural guides

  • 1

    umkhokeli
    A guide showed us the museum Umkhokeli wasibonisa imyuziyam
  • 2

    isikhokelo
    This book is a guide to the birds of Africa Le ncwadi isisikhokelo ngeentaka zaseAfrika

isenzi

  • 1

    -khokela