Inguqulelo ka half in isiXhosa

half

isiqingatha

Ubizo-magama /haaf/

isibizoPlural halves

izibalo

  • 1

    isiqingatha
    Two halves make a whole Iziqingatha ezibini zenza into epheleleyo
    He took half an hour Uchithe isiqingatha seyure
    • one of the two equal parts that something can be divided into
    • esinye seziqingatha ekohlulweni kwento kabini

Usetyenziso

'Half' is often written as '1/2'.