Ubizo-magama /hang/
isenzihanged, hanging, hung
1
-xhoma-jingisa-lengalengaPlease hang the washing on the line — Nceda uxhome iimpahla elucingweni2
-jinga-lengalengaA light hangs from the ceiling — Isibane sijinga esilingini
Ubizo-magama /hang/
isenzihanged, hanging, hung
1
-xhomaIn the past, people hanged murderers — Kudala, abantu babebaxhoma ababulali