Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika hard in isiXhosa

: hard1hard2

hard1

-lukhuni

Ubizo-magama /haad/

isiphawuliharder, hardest

  • 1

    -lukhuni
    -qinile
    Stones are hard Amatye alukhuni
    → Antonym of soft
  • 2

    -nzima
    -xaka
    Some maths problems are hard Ezinye izibalo zinzima
    → Antonym of easy

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika hard in isiXhosa

: hard1hard2

hard2

nzima

Ubizo-magama /haad/

isihlomelo

  • 1

    nzima
    ngamandla
    kakhulu
    He works hard Usebenza nzima
    It's raining hard Ina ngamandla