Inguqulelo ka hard drive in isiXhosa

hard drive

isigcini-lwazi

Ubizo-magama /haad drive/

isibizoPlural hard drives

ikhompyutha

  • 1

    isigcini-lwazi
    idiski egcina iinkcukacha
    ihadidrayvu ngokungekho sikweni
    The hard drive of the computer was damaged Isigcini-lwazi sekhompyutha sonakala

Usetyenziso

Another word for this is 'hard disk'.